Funda ukufunda kulula kakhulu kunye noTippie indlovu.
Iincwadi ezilishumi ezilandelayo ezikwizinga loMzantsi Afrika siyaziqhenya ngazo. Ezi ncwadi zinika umdla,zakha izakhono ezifunyenwe kwinqanaba 1. Isigama sisoloko sincediswa yimiboniso enemibala eqaqambileyo,encedisa ukuqonda,izikhamiso ezifutshane kunaye namaqela amaqabane alula. Inqanaba 2 nalo liqwalasela izikhamiso ezifutshane,amaqabane alula, amagama ajongisiswayo, kwanendlela yokugqibela yokubeka amaqabane. Ukudibanisa izandi namaqabane kuyakhula.
Konke oku kwenza kuqhubekeke ukwakha ukuzithemba ekufundeni.
Abantwana baza kuzithanda iihambo ezintsha zikaTippie kuba zizele lulonwabo neziganeko.
Learning to read isiXhosa is super easy with Tippie the elephant.
The next 10 Tippie adventures are proudly South-African, interesting and builds on the skills acquired in the Inqanaba 1 books. The text is supported by colourful, engaging illustrations to support comprehension and practise short vowel sounds and simple consonant clusters. These sequential reading books were designed with a focus on sound development, linking sounds and letters as well as continuing building success and self-confidence in reading. The Inqanaba
2 books still focus on short vowels, simple consonants, sight words and final position consonant clusters. Children will love Tippie's latest adventures as it is full of fun and humorous incidents along the way.
Publication
2017
Pages
236
Format
Paperback
Publisher
Lapa Publishers
There are no reviews for this book yet.